The main purpose of this study was to explore and develop a framework and conceptual understanding for a coordinated support framework which may contribute to productive professional development and subsequent professional growth of Inclusive Learning Support and Resource Class Teachers (LSTs and RCTs) in the Eden and Central Karoo Education District. A qualitative study, in the form of a phenomenological-instrumental case study, explored the experiences, constraints and challenges of LSTs and RCTs regarding their Integrated Quality Management System. A sample of 25 participants took part in the study. Data were obtained through semi-structured, open-ended, online asynchronous in- depth interviews and one online focus group interview.
The literature review focused on Bronfenbrenner’s bio-ecological systems theory which lays the theoretical foundation for this study. The literature further explored National policy documents and their broader influence on the role conversion and subsequent development of LSTs a
Die hoofdoel van hierdie studie was om 'n raamwerk en konseptuele begrip vir 'n gekoördineerde ondersteuningsmodel te verken en te ontwikkel, wat kan bydra tot produktiewe professionele ontwikkeling van inklusiewe leerondersteuning en bronklasonderwysers (LOOs en BKOs) in die Eden en Sentraal-Karoo Onderwysdistrik. 'n Kwalitatiewe studie, in die vorm van 'n fenomenologies- instrumentele gevallestudie, het die ervarings, beperkings en uitdagings van LOOs en BKOs met betrekking tot hul Geïntegreerde Gehaltebestuurstelsel ondersoek. 'n Steekproef van 25 deelnemers het aan die studie deelgeneem. Data is verkry deur semi-gestruktureerde, oop-einde, aanlyn asinchrone in-diepte onderhoude en een aanlyn fokusgroep onderhoud.
Die literatuuroorsig het gefokus op Bronfenbrenner se bio-ekologiese sisteemteorie wat die teoretiese grondslag vir hierdie studie lê. Literatuur het Nasionale beleidsdokumente en die breër invloed daarvan op die rolomskakeling en daaropvolgende ontwikkeling van LOOs en BKOs soos plaaslik, sowel as die GGBS en die impak daarvan op ondersteuningsonderwysers met spesifieke verwysing na hul professionele ontwikkeling verder ondersoek.
Navorsingsbevindinge het die GGBS-meetinstrument blootgelê as 'n onvanpaste, onregverdige, vaste, pro-hoofstroom ontwerpte dokument wat nie die gespesialiseerde werksfeer en ontwikkelingsbehoeftes van spesialis ondersteuningsonderwysers verstaan of akkommodeer nie. Verder word die verband tussen die beoordelingsinstrument en professionele ontwikkeling bevraagteken, aangesien die gepaardgaande stelsels wat die LOOs en BKOs behoort in staat te stel om voordeel te trek uit die hele evalueringsproses, hulle eerder uitsluit as insluit. Die studie stel 'n multi-kontekstuele, persoonlike, professionele ontwikkelingsraamwerk vir LOOs en BKOs voor. Aanbevelings word aan owerhede op verskillende vlakke van die opvoedkundige omgewing gemaak in 'n poging om die doelwitte van hierdie studie te bereik.
Eyona njongo yolu phononongo kukuphonononga nokuphuhlisa isakhelo kunye nokuqonda ingqiqo yemodeli yenkxaso elungelelanisiweyo, enokuba negalelo kuphuhliso lobungcali olunemveliso yeNkxaso eBandakanyayo yokuFunda kunye nooTitshala beeKlasi zeZibonelelo (LSTs kunye nee-RCTs) kwiSithili seMfundo sase- Eden nakwiCentral Karoo. Uphononongo olunobunjani, ngendlela lwento yokophononongo esisixhobo sephenomenological samava, imiqobo kunye nemingeni ye-LSTs kunye ne-RCTs malunga neNkqubo yabo yoLawulo loMgangatho oHlanganisiweyo. Isampulu yabathathi-nxaxheba abangama-25 bathathe inxaxheba kuphononongo. Idatha yafunyanwa ngodliwano-ndlebe olunokwakhiwa isiqingatha, olunesiphelo esivulekile, olweziwe kwi-intanethi ngendlala e-asynchronous (indlela yekhompyuta elawulwayo ngephalsi) enzulu kunye nodliwano-ndlebe lweqela elijoliswe kwi-intanethi.
Uphononongo loncwadi lujolise kwiNkqubo yeNgcingane ye-Bronfenbrenner's bio- ecological yenza isiseko sengcingane yolu phononongo. Uncwadi luye lwaphonononga ngakumbi amaxwebhu omgaqo-nkqubo weSizwe kunye nefuthe elithe lalandelwa kuguqulo lwendima nophuhliso olukhaphayo lwee-LSTs nee-RCTs njengoko kwenzekile apha ekuhlaleni, i-IQMS nefuthe kootitshala benkxaso kugxininiswa ngokukodwa kuphuhliso lwabo emsebenzini.
Iziphumo zophando zibhentsise isixhobo sokulinganisa i-IQMS njengoxwebhu olungafanelekanga, olunesheyi, olusisigxina, oluyilwa ngokwenkqubo eqhelekileyo olungaqondiyo, okanye lungahlangabezani nenkalo yomsebenzi okhethekileyo kunye neemfuno zophuhliso zootitshala abanika inkxaso abaziingcali. Ngaphezulu, kuyabuzwa ikhonkco phakathi kwesixhobo sovavanyo kunye nophuhliso lobungcali, njengoko iinkqubo ezikhatshwayo ezifanele ukuba ii-LSTs nee-RCTs zixhamle kuyo yonke inkqubo yovavanyo zingabandakanywa endaweni yokuba zibandakanywe. Uphononongo luphakamisa isikhokhelo sophuhliso lwee-LSTs kunye nee-RCT ezineemeko ezininzi, ezenzelwe umntu ngamnye. Kwenziwa izindululo kwabasemagunyeni kumanqanaba ahlukeneyo ommandla wemfundo ngeenzame zokufikelela kwiinjongo zolu phononongo.