dc.contributor.advisor |
Saule, N.
|
|
dc.contributor.advisor |
Diko, M. |
|
dc.contributor.author |
Ngcingwana, Thunyelwa Olivia
|
|
dc.date.accessioned |
2023-07-21T11:20:22Z |
|
dc.date.available |
2023-07-21T11:20:22Z |
|
dc.date.issued |
2023 |
|
dc.identifier.uri |
https://hdl.handle.net/10500/30296 |
|
dc.description.abstract |
Olu phandonzulu lwenzelwa ukuvuselela ukubaliswa kweentsomi zesiXhosa kubantu nakubantwana. Oku kubaliswa kwezi ntsomi kubonakale kunikelwe umva kakhulu ngabantu abantetho isisiXhosa, nto leyo eyenze ilahleko enkulu esizweni kuba ezi ntsomi zidlala indima enkulu ekukhuliseni abantwana ngendlela eyiyo, nasekuphuhliseni ukuthethwa kolwimi lwesiXhosa.
Olu phandonzulu ludandalazisa ukubaluleka kweentsomi ekusasazeni iinqobo zentlalo ezidingeka kakhulu ekukhokeleni abantu ukuze kubekho phakathi kwabo intlalontle, intembeko, intsebenziswano, ubugorha, ukwanela, ukuthatyathwa koxanduva, ukuvuk’uzenzele nobuntu. Kuvezwa iintsomi ukuba zizithuthi zenkcubeko yoluntu, ifuthe lazo lifana twatse neli lamakhasi onxibelelwano.
Kusetyenziswe inkcazobungcali yokusebenza, ukubethelela ukubaluleka kwentsebenziswano ekuhlaleni. Intsebenziswano kanye oku kwale yamalungu omzimba, yiyo eza nomanyano ekuhlaleni, umntu ngamnye azibone ebalulekile, edingeka ekuhlaleni. Ziveziwe iintsomi zamazim, kwacaciswa ukuba nathi kweli xesha siphila kulo sinawo amazim aziziyobisi nokuthengiswa kwamalungu omzimba, apho umntwana ongaphulaphuliyo kubantu abadala xa bemlumkisa agangxeleka khona.
Zinikiwe iingcebiso ekusetyenzisweni kweentsomi ngabantu ukuvelisa imfundiso nokonwabisa ngaxeshanye. Lulunyukisiwe ulutsha ngokugaxeleka kwalo kubuhlobo obungebubo, ubuhlobo boodyakalashe koomvolofu.
Makubuyelw’eMbo, kusetyenziswe amachiza emveli. |
xh |
dc.format.extent |
1 online resource (99 leaves) : illustrations (chiefly color) |
en |
dc.language.iso |
isiXhosa |
xh |
dc.subject |
IsiXhosa |
xh |
dc.subject |
Iintsomi |
xh |
dc.subject |
Iinqobo zentlalo |
xh |
dc.subject |
Intlalo |
xh |
dc.subject |
Imbonobunzululwazi |
xh |
dc.subject |
Uphandontyilazwi |
xh |
dc.subject |
Inkcazobungcali yokusebenza |
xh |
dc.subject |
Iiperile zobulumko |
xh |
dc.subject |
Ubuntu |
xh |
dc.subject |
Ulutsha |
xh |
dc.subject.ddc |
305.8963985 |
|
dc.subject.lcsh |
Xhosa (African people) -- South Africa -- Social life and customs |
en |
dc.subject.lcsh |
Social values -- South Africa |
en |
dc.subject.lcsh |
African languages |
en |
dc.subject.other |
UCTD |
|
dc.title |
Iinqobo zentlalo njengoko ziqulethwe ziintsomi ezichongiweyo zesiXhosa |
xh |
dc.type |
Dissertation |
en |
dc.description.department |
African Languages |
en |
dc.description.degree |
M. A. (African Languages) |
|