dc.contributor.advisor |
Makoni, Patricia
|
|
dc.contributor.author |
Mabandla, Ndonwabile Zimasa
|
|
dc.date.accessioned |
2018-11-12T10:08:01Z |
|
dc.date.available |
2018-11-12T10:08:01Z |
|
dc.date.issued |
2018-06 |
|
dc.identifier.citation |
Mabandla, Ndonwabile Zimasa (2018) The relationship between working capital management and the financial performance of listed food and beverage companies in South Africa, University of South Africa, Pretoria, <http://hdl.handle.net/10500/25014> |
|
dc.identifier.uri |
http://hdl.handle.net/10500/25014 |
|
dc.description |
Abstract in Xhosa and English |
|
dc.description.abstract |
This study aimed to examine the relationship between working capital management and the financial performance of listed food and beverage companies in South Africa. Despite the existing literature on this relationship, no notable studies have investigated it in this particular industrial sector. Various data from a sample of 12 food and beverage companies listed on the JSE during the period 2007 to 2016 were collected from iress McGregor databases. Econometric regression analysis was then conducted on the data to determine the magnitude of relationships between working capital components and the financial performance of these companies. The researcher found that adopting an aggressive working capital management strategy assists in creating shareholder wealth through improved financial performance of the firm. To sum up, the shorter the cash conversion cycle, the more profitable the firm will be. |
en |
dc.description.abstract |
Injongo yesi sifundo kukuphonononga unxulumano phakathi kolawulo lwemali etyalelwa ukusebenza (inkunzi) nentsebenzo yemali (inzala) eyenziwa ziinkampani ezibhalisiweyo zokutya neziselo eMzantsi Afrika. Nangona kukhona okubhaliweyo malunga nolu nxulumano, akukho sifundo sigqamileyo ngeli candelo lorhwebo. Kukho iinkcukacha ezaqokelelwa kwiinkampani ezikhethiweyo ezili-12 nezibhaliswe kwiJSE. Ezi nkcukacha zazikwingqokelela egciniweyo eyaziwa ngokuba yi ‘iress McGregor databases’. Kuye kwenziwa uhlalutyo ngokuthelekisa inzala eqhele ukwenziwa naleyo kuqikelelwa ukuba iza kwenziwa kwezi nkcukacha zikaMcGregor. Oku bekusenzelwa ukubona ubungakanani bonxulumano phakathi kwenkunzi nenzala eyenziwa zezi nkampani. Umphandi ufumanise ukuba ukwakha icebo lolawulo olungqongqo lwenkunzi kuyanceda ekudaleni ubutyebi babanini zabelo ngokuphucula inzala eyenziwa liqumrhu lorhwebo. Elokuqukumbela lithi, ngokufutshanisa ivili lokuguqula imali, iya kuba ngaphezulu inzala yequmrhu lorhwebo. |
xo |
dc.format.extent |
1 online resource (xiii, 120 leaves) : illustrations |
|
dc.language.iso |
en |
en |
dc.subject |
Working capital management |
en |
dc.subject |
Cash conversion cycle |
en |
dc.subject |
Profitability |
en |
dc.subject |
Liquidity |
en |
dc.subject |
Agency theory |
en |
dc.subject.ddc |
658.1520968 |
|
dc.subject.lcsh |
Cash management -- South Africa |
en |
dc.subject.lcsh |
Working capital -- South Africa |
en |
dc.subject.lcsh |
Business enterprises -- South Africa -- Finance |
en |
dc.subject.lcsh |
Hospitality industry -- South Africa -- Finance |
en |
dc.title |
The relationship between working capital management and the financial performance of listed food and beverage companies in South Africa |
en |
dc.type |
Dissertation |
en |
dc.description.department |
Business Management |
en |
dc.description.degree |
M. Com. (Business Management) |
en |